Skip to content
Cart

Your Cart

×

You have 0 items in your cart.

Subtotal: 0

Register Sign in
Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa Ifayile Katitshala Ibanga le-12

R363.16

Add to cart Add to wishlist Find sales consultant
× This is a Sterling guide price. You will be invoiced in the appropriate currency for your country.
  • ISBN:9781107603424
  • Format:Paperback
  • Subject(s):isiXhosa Home Language CAPS
  • Author(s):Jacqueline Nondumiso Mdekazi, Tommy Ndzima Kabanyane
  • Available from: July 2013

R363.16

Add to cart Add to wishlist Find sales consultant
× This is a Sterling guide price. You will be invoiced in the appropriate currency for your country.

Send a Query

formRow
×
  • DESCRIPTION

    I-Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa ibhalwe liqela lababhali abanamava ukuqinisekisa usulungeko. Imithetho-siseko nomxholo wenkcazelo yePolisi kaZwelonke yeKharikhyulamu nokuHlola (CAPS) ezitolikiweyo ikho kwincwadi yomfundi nakwisikhokelo sikatitshala. Isikhokelo Sikatitshala: Isikhokelo Sikatitshala esibanzi nesinezinto ezintsha. Kwesi sikhokelo kufakwe iNkcazelo yePolisi kaZwelonke yeKharikhyulamu nokuHlola yamaBanga 10–12. Kunikwe iingcebiso zokufundisa umsebenzi ngamnye okwincwadi yomfundi. Yonke imibuzo ebuzwe kwincwadi yomfundi phendulwe kwesi sikhokelo. Le sikhokelo sikwaqulathe nezakhono nolwazi ekufuneka zifundisiwe kweli banga. Kukho noluhlu lwezixhobo onokuzisebenzisa xa ufundisa. Isigama esifakwe kwesi sikhokelo seso sikwiPolisi.

  • Contents

Latest news

All news Primary_Science_practical_lesson_plans_1.jpg

21 January 2019

Primary Science practical lesson plans

Nine lesson plans to bring practicals into the classroom

Please sign in to access your account

Cancel

Not already registered? Create an account now. ×

Other Cambridge websites

Cambridge Mathematics logo

Need a local sales consultant?

Join us online

This site uses cookies to improve your experience. Read more Close

Thank you for your feedback which will help us improve our service.

If you requested a response, we will make sure to get back to you shortly.

×
Please fill in the required fields in your feedback submission.
×