Skip to content
Cart

Your Cart

×

You have 0 items in your cart.

Subtotal: 0

Register Sign in
Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa Incwadi Yomfundi Ibanga le-10 (1 Year) Elevate Edition

R74.65

Add to cart Add to wishlist Find sales consultant
× This is a Sterling guide price. You will be invoiced in the appropriate currency for your country.
  • ISBN:9781316389157
  • Format:Cambridge Elevate
  • Subject(s):isiXhosa Home Language CAPS
  • Author(s):Alpheus Themba Ndlovu, Tommy Ndzima Kabanyane
  • Available from: No date available

I-Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa ibhalwe liqela lababhali abanamava ukuqinisekisa umoya.

R74.65

Add to cart Add to wishlist Find sales consultant
× This is a Sterling guide price. You will be invoiced in the appropriate currency for your country.

Send a Query

formRow
×
  • DESCRIPTION

    FORMAT: Cambridge Elevate* LICENCE PERIOD (DAYS): 450 DESCRIPTION: I-Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa ibhalwe 10 liqela lababhali abanamava ukuqinisekisa umoya. Imithetho-siseko nomxholo wenkcazelo yePolisi kaZwelonke yeKharikhyulamu nokuHlola (CAPS) ezitolikiweyo kwaye ezikhoyo kwincwadi yomfundi nakwisikhokelo sikatitshala. Incwadi Yomfundi: Le ncwadi yahlulwe yaba ziikota ezine ezahlulwe ngokwezahluko. Iikota ezintathu zokuqala zinezahluko ezithathu ize ikota yesine ibe nezahluko ezibini kunye nako konke okuphathelele noviwo. Ikota nganye inombala ozahlula ngayo kwezinye iikota. Imifanekiso nemibala ekule ncwadi ivuselela umdla neengcinga zomfundi. Kukho imisebenzi efuna ulwazi nezakhono zokuhlalutya nokutolika. Kukho imisebenzi eliqela eza kunceda umfundi akwazi ukuzilungiselela uviwo.

  • Contents
  • CONTENTS
    • Isahluko soku-1: UMzantsi Afrika omtsha
    • Isahluko sesi-2: Isifo ugawulayo nentsholongwane yaso
    • Isahluko sesi-3: Ukhenketho nenkcubeko
    • Imisebenzi yohlolo olusesikweni
    • Ukubhalwa kwemisebenzi esesikweni
    • Isahluko sesi-4: Ezemidlalo
    • Isahluko sesi-5: unxibelelwano
    • Umsebenzi osesikweni
    • IVEKI YE: Uviwo Iwaphakathi enyakeni
    • Isahluko sesi-6: Ungcoliseko
    • Isahluko sesi-7: Umculo
    • Isahluko sesi-8: Umbane nokhuseleko
    • Uhlolo olusesikweni
    • Isahluko sesi-9: Impatho-mbi
    • Isahluko sesi-10: Umabonakude
    • Iveki yama: Umsebenzi osesikweni noviwo
    • Iveki yama: Uviwo.

Latest news

All news Primary_Science_practical_lesson_plans_1.jpg

21 January 2019

Primary Science practical lesson plans

Nine lesson plans to bring practicals into the classroom

Please sign in to access your account

Cancel

Not already registered? Create an account now. ×

Other Cambridge websites

Cambridge Mathematics logo

Need a local sales consultant?

Join us online

This site uses cookies to improve your experience. Read more Close

Thank you for your feedback which will help us improve our service.

If you requested a response, we will make sure to get back to you shortly.

×
Please fill in the required fields in your feedback submission.
×