Skip to main content Accessibility help
×
Hostname: page-component-7dd5485656-glrdx Total loading time: 0 Render date: 2025-10-31T04:09:30.202Z Has data issue: false hasContentIssue false

Imbulambethe

Published online by Cambridge University Press:  16 April 2025

Athambile Masola
Affiliation:
University of Cape Town
Get access

Summary

UMnumzana lo, uMqhayi uyindoda ebalulekileyo kuluhle (cwambu) lwama- Afrika angawo, nachubekileyo, kwaye kumzuzu eyinkokeli ebuzweni. Kwizisusa zama-Afrika, kubo bonke ububanzi beli lizwe kusoloko kufuneka ekho, ambethe umnweba wezingwe ofaneleke kunene, njengokuba ubona nje kulowa mfanekiso mhle kakhulu usekuqaleni, ozotywe wona ngokwawo lelinye ichule lom-Afrika. Kusakuthi ke ngemihla emikhulu enjalo, zidume zidumile izihlwele eziziphulaphulayo izibongo zakhe azenzayo, zizincoma, — ize ibuye ibe kwanjalo into yokuthiya kwakhe amagama afanelekileyo, namilileyo, kwizikhulu (ezimhlophe) ezithe zaphambili kwezo ngqungquthela.

Ngakwicala lobubhali beencwadi; incwadi yakhe ekuthiwa li-”Tyala lamaWele,” yona itsho igama lakhe langundabamlonyeni phakathi kwelizwe nesizwe, abe yena ngokwakhe edume ngelokuba uyiMbongi yeSizwe sakowabo jikelele.

Akukho nto ke ngoko ingafaneleka njengokuba ithi leyo mveliso yaloo ngqondo ityebe kunene, ifumane indawo kule “Ndyebo kaNtu” (Bantu Treasury). Le ncwadana ke iya kuba ngumongezo owamkeleke kunene kolo luhlu; kuba kuyo apho, njengoko baya kuvuya abamlandelayo yiloo nto, kuqokelelwe kwakhethwa izibongo ngezibongo zakhe abekade ezenza iminyaka ngeminyaka.

Kundonwabise kakhulu ukuba ndibe nethuba nam lokuba ndiyiyaleze le ncwadana kubo bonke abanononelelo lweencwadi zesiXhosa.

Information

Type
Chapter
Information
Inzuzo , pp. xxxvii - xxxviii
Publisher: Wits University Press
Print publication year: 2024

Access options

Get access to the full version of this content by using one of the access options below. (Log in options will check for institutional or personal access. Content may require purchase if you do not have access.)

Accessibility standard: Unknown

Why this information is here

This section outlines the accessibility features of this content - including support for screen readers, full keyboard navigation and high-contrast display options. This may not be relevant for you.

Accessibility Information

Accessibility compliance for the PDF of this book is currently unknown and may be updated in the future.

Save book to Kindle

To save this book to your Kindle, first ensure no-reply@cambridge.org is added to your Approved Personal Document E-mail List under your Personal Document Settings on the Manage Your Content and Devices page of your Amazon account. Then enter the ‘name’ part of your Kindle email address below. Find out more about saving to your Kindle.

Note you can select to save to either the @free.kindle.com or @kindle.com variations. ‘@free.kindle.com’ emails are free but can only be saved to your device when it is connected to wi-fi. ‘@kindle.com’ emails can be delivered even when you are not connected to wi-fi, but note that service fees apply.

Find out more about the Kindle Personal Document Service.

Available formats
×

Save book to Dropbox

To save content items to your account, please confirm that you agree to abide by our usage policies. If this is the first time you use this feature, you will be asked to authorise Cambridge Core to connect with your account. Find out more about saving content to Dropbox.

Available formats
×

Save book to Google Drive

To save content items to your account, please confirm that you agree to abide by our usage policies. If this is the first time you use this feature, you will be asked to authorise Cambridge Core to connect with your account. Find out more about saving content to Google Drive.

Available formats
×